




BONA WORD PUZZLE
UNGAWINA
KODWA XA LINGEKHO INGENELO ELICHANE
NGOKUTHE GQATHU, INGENELO
E Ll N EEM POS1SO EZI M BALWA LIYA KUWI NA
i-R5 000!
NGENELA NGOKU!
Phofu ukuba wenza ngale ndlela unethuba elibhekele phaya Iokuwlna lbhaso elikhulu..
Nonku umzekelo wokuzallsa lsivakalisi ngasinye:
UYAYIBONA KE INDLELA EKULULA
NGAYO!

KUQALA, FUNDA
APHA
*NGOKUNGENELA lBona WORD PUZZLE YETHU UYA KUBA UNCEDA ABANTU ABANINZI. Kunjalo kanye, imali oyithumelayo iya ebhankini, ize ke lsetyenziswe ekuncedenl obantu bakowethu kwilizwe liphela. lsetyenziswa ekwakheni iipaki zokudlalela, ekuthumeleni abantwana esikolweni ekwakhenl amagumbi okufundela, nakwezinye lzinto ezininzl ngokunjalo. Ngako oko ke, khumbulo, uya kuba unceda abanye abantu.
UYA KUBA UVAZINCEDA NAWE.
Kulungile ke. le puzzle iya kukunceda okufundeni lsiNgesi Ukuba unegama ongalaziyo, buza kumhlobo wakho ukuba lithetha ntoni na, okanye ke ulikhangele kwisichazl-magama. Uya kumangaliswa yindlela lsiNgesi sakho esiya kuya siphucuka ngokuphucuko ngayo. Kanti ngophezulu, unokuwina isityhwentywe seMALI



OMAWU KWE NZE
Kuqala, Jongo kwlkhasl elllandelayo. Ubona lkhuphonl neepuzzle ezlntafhu, zlyafana zonke? Kulunglle ke, lnye kuzo IINGENELO, kwaye ukuba ujonga ngaphayo kwikhasi, uya kufumana amanye amangenelo amane. Ngoku ke, uyayibona na lndlelo lpuzzle eyenziwe ngayo yazizivakalisi ezingama-20, namagama amabini okanye amathathu kwlziblyell kwlndawo ethlle nje kwlsivakalisi ngasinye? Ngoku ke, kuphela omawukwenze kukuba ugqlbe ngelona gama lilunge kweso sivakallsl kwlsetl nganye yezlblyell kwlslvakalisi ngasinye uze ulibhale ke kwizithuba ezingakwisivakalisi ngasinye, ubhala unobumba abe mnye kwlbhloko nganye. Kantl ke usenokuziva ufuna ukukhetha elinye lgama kwizivakalisi xa uzalisa elinye lngenelo. Kantl ke, use ngaweza angafani onke amangenelo akho.
KULUNGILE KE!
lngenelo ngalinye olizalisayo Iixabisa ama-60c. Lilonke ke xa uzalise lalinye kufuneka uthumele lposoda ye-60c. ukuze uthl ukuba uzalise amabini, lbe ylposodci ye-R1 ,20c. Ukuba ke uwazalise osixhenxe la mangenelo. kuyo kufuneka uthumele iposoda ye-R4,20.



UKUTHUMELA AMA-NGENELO AKHO
Makhe sithi nje uzalise amangenelo amahlanu. Loo nto ke lthetha ukuba kuya kufuneka uthenge lposoda ye-R3
(ukhumbule, ingeneto ngalinye ye-60c). Ngoku ke, bhala lgama lakho ne-dilesi kwikhuphoni ngezantsi kwamangenelo
amathathu okugqibela ngaphaya kwikhasi, uze ubhale apho nenombolo yeposoda yakho ngokunjalo. Ngoku -oku kuBALULEKE KAKHULU. KRAZULA IPHEPHA LEMAGAZINI LONKE NGOCOSELELO
MUSA UKLIS1KA UKHUPHE NALIPHI NA
KUMANGENELO
Ngoku ke, bhola ukuba lposoda yakho maylhlawulwe kWIBONA uze ke ufake
lphepha elo llphuma kwlBona kunye neposoda yakho kwlmvulophu enye uze uylthumele apha: Bona Word Puzzle, Bona 32046, Mobeni, 4060. Ungawoposi nge-rejista amangenelo akho, kunoko, sebenzisa loo mali yerejista ngokuzalisa amanye amangenelo, uze uqinisekise ukubo amangenelo okho uwaposa kakuhle phambi komhla wokuvalwa kolu khuphiswano ongulo:



NOVEMBA29, I996 1MITHETHO
1.	Ungawothumela amangenelo abe maninzi kangangoko uthanda, llkopi ezlfotweyo kunye nezlnye iikopi ezlfanelekileyo ziya kwamkelwa. Amangenelo axabisa ama-60c lilinye kunjalonje kufuneka akhatshwe ylposoda yemali epheleleyo, Amangenelo afunyenwe engenamali akasoyi, kwamkeleka, iiposoda mazingokhroswa.
2.	Amongenelo akasayi kwamkeleka ukuba ngabo omnye unobumba ubhalwe phezu komnye okanye xa nawaphi na amagoma engafundeki. 3. Akakho oya kugqitha ngophaya kwezlgqlbo zabagwebl.
4, Nabanl na angalungenela, ngaphandle kwaba. sebenzl base-Republcan Press kunye neentsapho zabo ezlkufufshane.
5.	Naliphi na ingenelo elifika kuthl emva komhla wokuvala alisoyi kusiwa so. Asisayi kuba natyala ngeefomu zokungenela ezilahlekayo okanye ezifika emva komhla wokuvola.
6.	Ukuba akakho owine mpela, lbhaso lentuthuzelo elingotna-R5 000 llya kunikwa umntu othumele lngenelo eliphantse lachana. Ukuba kukho abantu abangaphezu komnye kwibhaso elikhulu okanye kwelentuthuzelo lmali lya kwabiwa ngokulinganayo.
7.	Igama okonye amagama abaphumelele kwiWord Puzzle No 1 86 aya kukhutshwa kushicilelo luka-Februwarl 1 997 lweBona.
8.	Amabhaso akukhutshelwa kuphela abakwi-ndawo ezisebenzisa iiRandi eziyimali yoMzantsi-Afrika
9.	Abantu abophumelele kwiWord Puzzle kufuneko bavume ukufotwa.
Khumbula, kuya kubokho lWord Puzzle oNTSHA kwlBono yenyonga elandelayo, ekunika ELINYE lthuba lokuwina ibhaso elikhulu esandleni

UMARIO  KASONGO  MNWAE

linene elinama-20 eminyaka elinqwenela ukubhalelwa ngabaneminyaka ephakathi kwama-20 nama-30. Uthanda ukufunda iinoveli, ukuya ecaweni ukuphulaphula umculo wedisco nowereggae. Idilesi yakhe ithi Saga Import and Export, P0 Box 84, Likuni, Lilongwe, Malawi.

UMARIA MOGOHLOANE linene elinama-25 emlnyaka elithanda ukuqhagamshelana nabantu abaneminyaka ephakathi kwama-24 nama-
28. Uthanda ukuphulaphula umculo nokubukela umabonakude. Makabhalelwe ngesiNgesi okanye lsiPedi kule dilesi P 0 Box 126, Boleu, 0474.

UTOKELO MAAKE unqwenela ukubhaielwa ngabaneminyaka ephakathi kwe-16 nengama-20. Uthanda ukuphulaphula umculo ukuya ecaweni, ukudlala ibhola ekhatywayo, ukubukela umabonakude nokubhala. ldilesi yakhe ithl P0 Box 625, Shulvane, 0873.


UPATRICIA CHINGOLI
angathanda ukuqhagamshelana nabantu abaphuma kulo lonke elimiweyo. Uthanda ukuphulaphula umculo, ukuphana ngezipho. ukufunda, ukubhala kwanokuya ecaweni. Nantsi idilesi yakhe: Box 2119, eLllongwe, Majawi.

UTAWANDA CHIBA linene eline-16 leminyaka elinqwenela ukuqhagamshelana nabantu abaphuma ehlabathini liphela. Uthanda ukukubhalelwa iileta, ukudanisa, ukubethwa ngumoya. ukuphana ngezlpho nokudlala lbhola ekhatywayo. Idilesl yakhe ithi Bedzanhamo Stores, Box 26, Nylka, Zlmbabwe,


UJERRY SEOLWANA Iinene elinama-20 eminyaka elinqweneia ukuqhagamshelana namantombazana aneminyaka ephakathi kwe-16 nama-21. Uthanda ibhola ekhatywayo, lmiboniso, iivideo games kunye nechess. Makabhalelwe inefoto kule dilesi P0 Box 9867,
Soshanguve, 0152.

USALAMINA MITSENGA
.Iinenekazi ellnama-20 eminyaka elinqwenela ukuqhagamshelana nabantu baseMzantsi Afrika. Uthanda umculo, ukubukela umabonakude nokufunda imagazini. Makabhalelwe ngesiNgesi. islPedi okanye isiTswana. lthi idilesi yakhe 237 Block DD, esoshanguve, 0152.

ULYDIA CHIMUTENGU Iinenekazi elinama-25 eminyaka elinqwenela ukubhalelwa ngamanene angamakatolika aneminyaka ephakathl kwama-27 nama-29. Uthanda ukufunda iimagazini, ukuya ecaweni nokuphulaphuta umculo. Makabhalelwe ngesiNgesi, isiNdebele okanye lsiShona kule dilesi Upsala Sunnymeade, P0 Box 175, Kwe-Kwe, Zimbabwe.


UPETER MHLANGA linene eline-19 leminyaka elinqwenela ukubhalelwa ngabaneminyaka ephakathi kwe-19 nama-40. Uthanda ukubukela umabonakude, ukufunda, ukubukela imiboniso kwanokufunda iBhayibhile. Makabhalelwe ngesiNgesi okanye isiShona nimthumele ifoto kule dilesi Tamandal Secondary School, P0 Box 2042, Chlplnge, Zlmbabwe.


UEDWARD SHIKWAMBANA
linene elinama-25 eminyaka elinqwenela ukubhalelwa ngabaneminyaka ephakathi kwe-16 nama-25 baseAfrika, Uthanda ukufunda imagazini, ukuba nabahlobo nokuphulaphula umculo. Makabhalelwe ngesiTsonga, isiPedi okanye lsiNgesi. ldilesi yakhe lthl Box 674, Shiluvane,
0873.

UPHINEAS MAKOELA onama-21 eminyaka uthanda ukubhaleiwa ngamanenekazi aneminyaka ephakathl kwe-17 nama-21. Uthanda ukuya ecaweni nokuphulaphula umculo kaMichael Jackson, okaPhil Collins, okaRebecca Malope nokaDolly Parton. Mbhaleleni ngesiNgesi, isiTswana okanye islPedi nlze nifake lfoto kwincwadi yenu yokuqala. Idilesi yakhe Ithl Kgokong School, P0 Box 825, Sovenga, 0727.






,UKUZENZELA UMHLOBO

UMZWANELE MAQOMA ngumfo onama-20 eminyaka onqwenela ukubhalelwa ngamagqiyazana aneminyaka
ephakathi kwama-21 nama
24 Uthanda ukubhala
lncwadi, ukuphulaphula
umculo, ukuya enkonzweni
nokudlala ibhola ekhatywayo.
Akatshayi, engaseli. Nincede
 nifake ifoto xa nimbhalela.
Idllesi yakhe lthi St Albans
Maxlmum, Prlvate Bag X6055, Port Etizabeth, 6000.


UTOIRO CAUKO YA MKAMWANDI une-19 iminyaka, uthanda ukubhalelwa ngamanenekazl aneminyaka ephakathi kwe-1 6
 ne-18 aseMzantsi-Afrika
 nawaseNamibia. Uthanda ukufunda, ukubukela iTV, ukuya enkonzweni, nokudlala lnetbaIl. Mbhaleleni ngesiNgesi lokanye isiOshiwambo. idllesi yakhe ithl P0 Box 2.
Ondongwo, Namibia.


ULULAMILE MGABILE onama-36
 eminyaka uthanda ukubhalelwa ngamanenekazl aneminyaka ephakathi kwama-30 nama-35. Uthanda
 ukudlala ibhola ekhatywayo. ukubukela ITV, ukuphulaphula
umculo wecountry, ukufunda iimagazini nokubhala iincwadi. Abatshayayo nabaselayo bangazikhathazi. Mbhaleleni ngeslNgesi, islXhosa okanye lZulu, kwiincwadi zenu nifake nefoto, idilesi yakhe ithi: St Albans Moximum, Private Bag 6O55, Port Elizabeth, 
ZENZELE !UMHLOBO


UFRANCIS N. MANGQUKU
liqobokazana elinama-20 emlnyaka elithanda ukuzenzela abahlobo abaneminyaka ephakathi kwama-20 nama-25. Uthanda ukubethwa ngumoya, ukuya enkonzweni, ukuphulaphula lintlobo ngeentlobo zomculo, ukubukela ITV, ukufunda, ukubhala nokuzoba. Mbhaleleni nize nifake ifoto kwincwadi yokuqala. ldilesi yakhe lthi 6 Rickett Street, Parow, 7500.

UCHARITY MALUTHA
ligqiyazana eline-19 leminyaka elingathanda ukuba ngumhlobo wabantu abaneminyaka ephakathi kwama-20 nama-25. Uthanda ukufunda iincwadi zamabali neemagazini, ukubukela ITV, ukudlala isoftball, ukupha izipho neefoto. Kwincwadi yokuqala fakani ifoto. ldilesi yakhe ithi P0 Box 323, Selebi Phlkwe, Botswana.

URACHEAL A. MARCELLO
ligqiyazana eline-18 elingathanda ukubhalelwa nguye nabani na. Uthanda ukubukela iifilim. ukufunda
nokuphulaphula umculo. ldilesi yakhe ithi Marymount Secondary School, P0 Box 137, Mzuzu, Malawi, Central Africa.

U-ASAF LUNGU ngumfo
onama-23 eminyaka ongathanda ukubhalelwa ngamagqiyazana aneminyaka ephakathl kwe-18 nama-25. Uthanda ukubukela iifilim nokuphulaphula umculo wesoul. owerhythm and blues kwanejazz. ukubhala lincwadi, ukudibana nabantu nokubethwa ngumoya. Mbhaleleni ngesiNgesi nize nifake lfoto kwincwadi yokuqala. idiiesi yakhe ithi c/o Mrs J.M. Lungu. lnternational Banklng, P.0. Box 3361 I, Lusaka, Zambia.

ULULAMILE MGABILE unama-33
eminyaka, uthanda ukubhalelwa ngamanenekazi aneminyaka ephakathi kwama-28 nama-33. Khanimbhalele ngesiNgesi, IsiXhosa okanye lsiZulu. ldilesi yakhe ithi St Albans Maximum Prison, Private Bag X6055, Port Elizabeth, 6000.
Zenzele  UMHLOBO
USHILONGO WILHELMINA
NASHIPE yintombazana ene-17 leminyaka ubudala enqwenela ukubhalelwa ngabantu bonke, Uthanda ukuqhula, ukuphulaphula umculo opholileyo, ukubukela ITV nokuya ecaweni. Ucela ukubhalelwa ngesiNgesi okanye isiVambo kule dilesi P0 Box 1541, Ondingwa, Namibia.

UDUMIE TEMBO yintwazana yaseMalawi ene-15 leminyaka ubudala enqwenela ukuba nabahlobo kulo lonke elimiweyo. Uthanda ukufunda, ukubhala, ukuzoba nemball. Idilesi yakhe ithi Marymount Secondciry Schoot, P0 Box 137, Mzuzu, MaIawi.

U-ITAH HAX-MWADHIX
linenekazl elinama-29 eminyaka ubudala elinqwenela ukubhalelwa ngamanene akwisithuba sama-30 ukuya kuma-35 eminyaka aphuma nkalo zonke zomhlaba naneenjongo zomtshato. Uyathanda ukuthabatha inxaxheba kwinkqubela phambili yoluntu.
ukufunda, ukubukela ITV nokuphulaphula umculo. Makabhalelwe ngesiNgesi kuphela athunyelelwe nefoto kule dilesi: P0 Box 402, Oshakati, Namikbia.

UKANDJIMWENA LABAN linene elinama-21 eminyaka ubudala elinqwenela ukubhalelwa nangubani na. Uthanda ukuphulaphula umculo, ukufunda, ukubukela umabonakude, ibhola ekhatywayo, amanqindi, ukushukuxa iimbono nokuya kwimiboniso. Makabhalelwe ngesiNgesi okanye lslOshiwambo athunyelelwe neefoto kuie dilesl P0 Box 142, Oshlkango, Namlbla.

UMBALI NKOSI linenekazi
elinama-38 eminyaka ubudala elingathanda ukubhalelwa ngamanene akwisithuba sama-38 ukuya kuma-40 eminyaka ubudala nanenjongo zokutshata, Abaselayo nabatshayayo bangazixhamli. Uthanda ukuya ecaweni nokuphulaphula umculo wokholo. Nantsi ldilesi yakhe P0 Box 57207, Springfield.



150 BONA XHOSA - November 1996

154 ONA XHOSA- NovemDeF 199

		AtlA YI-IASA - Nnmhr 1QQ 17

176 BONA XHOSA- November 1996

